- Title
- Mna, Nosigidi
- Title
- You Live on after the last shoelace
- Creator
- Matyobeni, Simthembile
- ThesisAdvisor
- Nyezwa, Mxolisi
- ThesisAdvisor
- Buzani, Mangaliso
- Subject
- Creative writing (Higher education) -- South Africa
- Subject
- Xhosa poetry -- 21st century
- Subject
- South African poetry (English) -- 21st century
- Date
- 2018
- Type
- text
- Type
- Thesis
- Type
- Masters
- Type
- MA
- Identifier
- http://hdl.handle.net/10962/64412
- Identifier
- vital:28541
- Description
- This thesis is a collection of poems. These are lyric poems. Animystic poets like Christopher Okigbo and Wole Soyinka are the principal models in terms of style. Animystic poetry projects ideas and emotions in a hallucinatory and profoundly visionary manner. The collection has a variety of themes such as marginality, identity, history, and domestic abuse. Diverse language registers are used in the poems in order that the setting of each poem, whether historical or contemporary, is realised.
- Description
- Le thesisi ngumbongo omde osekelezelwe kumlinganiswa oyintloko, uNosigidi. Esi simbo sokuyila isihobe siva ngomlimandlela owenziwa ziimbongi ezifana noJ. R. R. Jolobe no‐Aime Cesaire. Indumasiso ethi “UThuthula” kaJolobe inefuthe kwimo yokwakhiwa kweminye imibongo edibanisa le mbali. Asiyiyo yonke imibhalo yezi mbongi ethe ncakasana ukungqamana nale mbali‐sihobe kaNosigidi. Imibongo ekuthiwa yi‐‘Animystic poetry’ isetyenzisiwe kakhulu kule mibongo. Sigqaliwe kunye nesihobe nesikaSappho, kuba yimbongi ebhale kakhulu ngamandla elizwi lamanina. USappho ngakumbi ubhala kakhulu kwisihobe sakhe ngamanina athandana namanye. Owona mxo walo mbongo kukugqala ibali koNosigidi okhule esazi kamhlophe ukuba yena uthandana namanye amanina. Isizathu soku kukuba nabo obu bomi kuyafuneka kubhaliwe ngabo ngendlela enenkathalo kuncwadi lwesiXhosa. Nasekusabeleni ubizo lwakhe kwintwaso uNosigidi uya enamathidala, de obo bomi bentumekelelo abamkele ngazo zozibini.
- Format
- 59 pages, pdf
- Publisher
- Rhodes University, Faculty of Humanities, Institute for the Study of English in Africa
- Language
- Xhosa, English
- Rights
- Matyobeni, Simthembile
- Hits: 13034
- Visitors: 13296
- Downloads: 376
Thumbnail | File | Description | Size | Format | |||
---|---|---|---|---|---|---|---|
View Details Download | SOURCE1 | 231 KB | Adobe Acrobat PDF | View Details Download |