- Title
- Ndonakele
- Title
- Bangehleli
- Creator
- Ngcelwane, Ayabulela
- ThesisAdvisor
- Kunju, Hleze
- Subject
- Xhosa fiction
- Subject
- Xhosa poetry
- Date
- 2019
- Type
- text
- Type
- Thesis
- Type
- Masters
- Type
- MA
- Identifier
- http://hdl.handle.net/10962/92721
- Identifier
- vital:30742
- Description
- Le thisisi yingqokelela yemibongo egxile kwimingeni ejamelene noluntu kwimimandla efana neelokishi. Unobangela wale mingeni yintswelo-ngqesho, ukungafumani zindlu, ubundlobongela, isimo sezepolitiki, njalo-njalo. Imisebenzi kaRonnie Kasrils ngakumbi kwincwadi yakhe ethi A simple man, uRustum Siyongwana – Ubulumko bezinja uS. S. Mema – Umnxeba Wobomi, nezinye, zibe nefuthe kakhulu kule thisisi. Indlela abasebenzisa ngayo ulwimi lwemihla ngemihla, maxawambi bade basebenzise nesakhono esisetyenziswa ezintsomini ezifana nokusebenzisa abalinganiswa abazizilwanyana bekwekwa umba onobuzaza. Injongo yalo msebenzi kukugqamisa ukubaluleka kwentlalontle yoluntu, nokuvuselela isazela koongxowa ayibotshwa. Yiyo loo nto kuzanywe kangangoko ukusetyenziswa ulwimi olunokufikeleleka nakubani na.
- Description
- English and Xhoxa versions provided for dual language submission
- Format
- 29, 26 pages, pdf
- Publisher
- Rhodes University, Faculty of Humanities, School of Languages
- Language
- English, Xhosa
- Rights
- Ngcelwane, Ayabulela
- Hits: 9138
- Visitors: 9741
- Downloads: 854
Thumbnail | File | Description | Size | Format | |||
---|---|---|---|---|---|---|---|
View Details Download | SOURCE1 | NGCELWANE-MA-TR19-.pdf | 648 KB | Adobe Acrobat PDF | View Details Download | ||
View Details Download | SOURCE2 | Adobe Acrobat PDF | 501 KB | Adobe Acrobat PDF | View Details Download |