- Title
- Kwelo lizwe leentsomi : iintsomi zesiXhosa
- Creator
- Sigcau, Bulelwa Monica
- ThesisAdvisor
- Kunju, Hleze
- ThesisAdvisor
- Buzani, Mangaliso
- Subject
- Creative writing (Higher education) -- South Africa
- Subject
- Xhosa fiction -- 21st century
- Subject
- Diaries -- Authorship
- Subject
- Short stories, Xhosa -- 21st century
- Subject
- African fiction -- History and criticism
- Subject
- English fiction -- History and criticism
- Date
- 2021-04
- Type
- thesis
- Type
- text
- Type
- Masters
- Type
- MA
- Identifier
- http://hdl.handle.net/10962/178270
- Identifier
- vital:42926
- Description
- Ukuphosa kuvimba wolwazi ngeentsomi zesiXhosa, le thisisi iqulathe iintsomi-mabali eziqanjwe zabaliswa kusetyenziswa ulwimi, umxholo nemixholo engenelelayo engeziganeko zemihla ngemihla, abalinganiswa, isakhiwo sentsomi nesimo sentlalo zala maxesha siphila kuwo. Ezi ntsomi zixhaswa kakhulu yimifanekiso ephilayo, ukusetyenziswa kwemigca emifutshane ezoba isimo sentlalo nevakala ingathi yimibongo ngenxa yokuqupha kwayo. Umsebenzi kaR.F. Mcimeli, kwincwadi ethi, Ingqaka kaMaqhudeni iqulethe iintsomi ezisondeleyo kwezi ziqanjwe kulo msebenzi, ngakumbi iintsomi ezizezi, uNomvula noNomvulazana, uDumisani nesigebenga esingabonwayo, uNomaciko noCikokazi, nezinye. Umsebenzi kaNongenile Masithathu Zenani (2006) oqokelelwe nguHarold Scheub kwincwadi ethi South African voices: A long time passed ube negaleloo elikhulu ukubonisa indima esele idlaliwe kwiintsomi zesiXhosa. UKholeka Sigenu (2002) kwincwandi ethi Ezakowethu naye ube nefuthe kwindlela ezi ntsomi eziqanjwe ngayo nokuqinisekisa ukuba ngenene zongeza ulwazi olutsha. Ezi ntsomi-mabali zibhentsise okulungileyo nokuhenxayo ngaphandle kokushumayela nokuveza abalinganiswa njengeengilosi. Ndiluthande kakhulu nohlobo lukaAmos Tutuola lokubhala, ndizame ukusondeza uhlobo lwam lokubhala kolu hlobo lukaAmos Tutuola. Ndilandele ifuthe lohlobo lokubhala olubizwa ngeflash fiction.
- Description
- Thesis (MA) -- Faculty of Humanities, School of Languages and Literatures, 2021
- Format
- computer, online resource, application/pdf, 1 online resource (139 pages), pdf
- Publisher
- Rhodes University, Faculty of Humanities, School of Languages and Literatures
- Language
- Xhosa
- Rights
- Sigcau, Bulelwa Monica
- Rights
- All Rights Reserved
- Hits: 25066
- Visitors: 24569
- Downloads: 1602
Thumbnail | File | Description | Size | Format | |||
---|---|---|---|---|---|---|---|
View Details | SOURCE1 | SIGCAU-MA-TR21-128.pdf | 925 KB | Adobe Acrobat PDF | View Details |