- Title
- Ubomi Sisilonda: Ingqokelela Yemibongo
- Title
- Isilonda Sibhidlile: Ingqokelela Yemibongo
- Creator
- Manxiwa, Mzuvukile
- ThesisAdvisor
- Kunju, Hleze
- ThesisAdvisor
- Buzani, Mangaliso
- Subject
- Xhosa poetry 21st century
- Subject
- Xhosa poetry History and criticism
- Subject
- Buzani, Nompumezo Criticism and interpretation
- Subject
- Gwala, Mafika Pascal, 1946-2014 Criticism and interpretation
- Subject
- Xhosa language Rhythm
- Subject
- Xhosa language Rhyme
- Subject
- Creative writing (Higher education) South Africa
- Date
- 2021-10-29
- Type
- Master's theses
- Type
- text
- Identifier
- http://hdl.handle.net/10962/192265
- Identifier
- vital:45210
- Description
- Le thisisi igxila kwiintlobo ngeentlobo zokubhala imibongo. Iqamele kakhulu kwilinge lokubhodla isingqala isebenzisa isandi sengoma yesiNtu komameleyo, oko kukuthi isondele kwi-lyric poetry ngolwasemzini. Oku kufezwe ngokusebenzisa isingqisho, imfano-zandi, imvano-siqalo nemvano-siphelo, njalo njalo. Iinjongo zale thisisi kukongeza kuncwadi lwesiXhosa nakwinkcubeko yesiNtu, nokuhlab’ ikhwelo elikhuthaza uluntu ukuba lubuyele kwinkcubeko yesiNtu, ukuhlonipha imo-ntlalo yabo nokuxabisa abantu ababhinqileyo. Umbali ophum’ izandla kuncwadi lwesiXhosa, uNompumezo Buzani, umsebenzi wakhe ngakumbi kwenye yeencwadi zakhe ethi Imida, ube nefuthe elikhulu kulo msebenzi, ngakumbi indlela athe walusebenzisa ngayo ulwimi; ngesimbo seli xesha ukudlulisa umyalezo ngolwimi oluqhelekileyo, lungafihlakali kodwa lube namandla okudlwengula umxhelo kulowo ufundayo. Ndeyame nakwincwadi kaNgcwabe, uKhala Zome; undikhumbuzile ngemibongo yakhe eyayame kakhulu kwimo yentlalo yamandulo, kunye nemibongo kaMafika Gwala kuJolinkomo, efana nale: The Children of Nonti kunye noThe Shebeen Queen.
- Description
- Thesis (MA) -- Faculty of Humanities, School of Languages and Literatures, 2021
- Format
- computer, online resource, application/pdf, 1 online resource (112 pages), pdf
- Publisher
- Rhodes University, Faculty of Humanities, School of Languages and Literatures
- Language
- Xhosa
- Rights
- Manxiwa, Mzuvukile
- Rights
- Attribution 4.0 International (CC BY 4.0)
- Rights
- Open Access
- Hits: 8040
- Visitors: 8192
- Downloads: 320
Thumbnail | File | Description | Size | Format | |||
---|---|---|---|---|---|---|---|
View Details | SOURCE1 | MANXIWA-MA-TR21-266.pdf | 900 KB | Adobe Acrobat PDF | View Details |