- Title
- Ukubamba Umphefumlo Kukuphila: Ingqokelela Yamabali Amafutshane
- Creator
- Zono, Cebisa
- ThesisAdvisor
- Kunju, Hleze
- Subject
- Creative writing (Higher education) South Africa
- Subject
- Xhosa fiction 21st century
- Subject
- Short stories, Xhosa 21st century
- Subject
- Homosexuality in literature
- Subject
- Diaries -- Authorship
- Subject
- Xhosa fiction History and criticism
- Subject
- American fiction History and criticism
- Subject
- Brazilian poetry History and criticism
- Date
- 2021-10-29
- Type
- Master's theses
- Type
- text
- Identifier
- http://hdl.handle.net/10962/192375
- Identifier
- vital:45220
- Description
- Le thisisi inamabali amafutshane angabantu abathandana besisini esinye. Uncwadi lwesiXhosa luvame ukulufihla uthando oluphakathi kwabo bathandana besisini sinye. Isikrweqe endisisebenzisileyo kule thisisi kukunonga isimbo sokubhala ndibalisa ngomntu wokuqala ngokungathi ndibhala imbali yobomi okanye amavo. UJordan (1940) kwiNgqumbo Yeminyanya undifundise ukubumba abalinganiswa abakhaliphileyo, nabakrelekrele ngokufanayo ukuze izinto eziza kwenzeka zingalindeleki. UYuknavitch (2017) kwincwadi yembali yakhe ethi The Chronology of Water undifundise esi simbo sokushicilela izimbo zomntu ophilayo phantsi komthamo omnye. Ibali elifutshane likaProulx (1997) elithi Brokeback Mountain nalo libe nefuthe kakhulu kule thisisi kuba lidandalazisa elubala intlalo yabantu abathandana besisini esinye kwiindawo zasemaphandleni.
- Description
- Thesis (MA) -- Faculty of Humanities, School of Languages and Literatures, 2021
- Format
- computer, online resource, application/pdf, 1 online resource (167 pages), pdf
- Publisher
- Rhodes University, Faculty of Humanities, School of Languages and Literatures
- Language
- Xhosa
- Rights
- Zono, Cebisa
- Rights
- Attribution 4.0 International (CC BY 4.0)
- Rights
- Open Access
- Hits: 7670
- Visitors: 8073
- Downloads: 655
Thumbnail | File | Description | Size | Format | |||
---|---|---|---|---|---|---|---|
View Details | SOURCE1 | ZONO-MA-TR21-272.pdf | 1 MB | Adobe Acrobat PDF | View Details |