- Title
- Ndiyoyika
- Creator
- Nyezwa, Mxolisi
- ThesisAdvisor
- Berold, Robert
- Date
- 2016
- Type
- Thesis
- Type
- Masters
- Type
- MA
- Identifier
- vital:6021
- Identifier
- http://hdl.handle.net/10962/d1021245
- Description
- This thesis collection is a book of isiXhosa poems in three sections: - Poems derived and influenced by the rhythmic structure and the lyrics of Maskandi music - More introspective and personal poems derived from other influences: International poetry, South African poetry, and certain jazz and soul music - A major poem titled, “Nozala, umqolo wakho uphandle” which delves into the state of South Africa and explores the relationships that entrench poverty and powerlessness in post-apartheid South Africa.
- Description
- Le thisisi yingqokelela yemibongo yesiXhosa eyohlulwe yazizigaba ezintathu: - Imibongo ephenjelelwe ziingoma nezingqi zomculo kaMaskandi - Imibongo ephenjelelwe zizimvo neemvakalelo zam njengombhali, ngakumbi iintshukumo zomzimba nezomphefumlo ezithundezwe ziimbongi zamazwe omhlaba, ezoMzantsi Afrika, kunye nemiculo efana ne-jazz, ne-soul - Umbongo ombaxa osihloko sithi, “Nozala, umqolo wakho uphandle” othetha ngelizwe lethu iMzantsi Afrika, uqwalasela indlela ekuphethwe ngayo ilizwe ziziphathamandla, nendlela abasemagunyeni abaphembelela ngayo intswela-ngqesho nentlupheko eluntwini, kwanokufiphala kobutsha-ntliziyo nobuthanda-zwe kubemi beli lizwe.
- Format
- 64 leaves, pdf
- Publisher
- Rhodes University, Faculty of Humanities, Institute for the Study of English in Africa
- Language
- English, Xhosa
- Rights
- Nyezwa, Mxolisi
- Hits: 5754
- Visitors: 5855
- Downloads: 384
Thumbnail | File | Description | Size | Format | |||
---|---|---|---|---|---|---|---|
View Details Download | SOURCEPDF | 374 KB | Adobe Acrobat PDF | View Details Download |