- Title
- Ubomi ngamahla ndinyuka
- Creator
- Snam-Dyani, Linda
- ThesisAdvisor
- Nyezwa, M.
- Subject
- Uncatalogued
- Date
- 2024-10-11
- Type
- Academic theses
- Type
- Master's theses
- Type
- text
- Identifier
- http://hdl.handle.net/10962/465945
- Identifier
- vital:76670
- Description
- Le thesisi yingqokelela yamabalana esiXhosa abalisa ngemeko yentlalo kwidolophana yaseMakhanda, eGqeberha nezinye iilali needolophana eziyingqongileyo. Ulwimi olusetyenziswayo lolwangoku noluthi luchaze iimeko zokuphila zangoku, luxuba namagama esiNgesi, lusongeza noburharha. Obu buncwane bolwimi buvela cacileyo kwindlela endibhale ngayo la mabalana - kwindlela abalinganiswa abalusebenzisa ngayo ulwimi kwiintetho neencoko zabo, kwimiba yobomi abajongene nayo, nakwindlela endithe ndazoba iingcinga ezidiza imivandedwa yabo, ngohlobo abakhetha ukuphila ubomi babo. Kuba incwadi yeBhayibhile inamabali athetha cacileyo ngexesha langoku, ekhuthaza inkululeko yomntu nangona yabhalwa kwiminyaka yakudala, le ngqokelela ikwajolisa kwinguqu ekhululayo eza kuncedisana nokujika kweelensi ezijongwa ngayo iBhayibhile. La mabali abonakalisa kwanendima edlalwa yiBhayibhile ekuphileni komntu ukunika ithemba kwimeko ezininzi zokuphila. Uncwadi olube nefuthe kum kuyilo lwale ngqokelela nasekusebenziseni kwam isandla sokubhala lolu: izicatshulwa eziphuma kwincwadi ebhalwe nguMxolisi Nyezwa ethi, ‘Bhlawa’s Inconsolable Spirits.’ Incwadi kaLukhanye E. Makhenyane ethi, ‘Kukhulu ukuthembeka kwakhe’, ‘Intsimbi’, ebhalwe nguP. T. Mtuze, ‘Umnxeba Wobomi’ ngokubhalwe ngu S.S.M. Mema kwanencwadi yeBhayibhile.
- Description
- Thesis (MA) -- Faculty of Humanities, Languages and Literatures, 2024
- Format
- computer, online resource, application/pdf, 1 online resource (182 pages), pdf
- Publisher
- Rhodes University, Faculty of Humanities, Languages and Literatures
- Language
- Xhosa
- Rights
- Snam-Dyani, Linda
- Rights
- Use of this resource is governed by the terms and conditions of the Creative Commons "Attribution-NonCommercial-ShareAlike" License (http://creativecommons.org/licenses/by-nc-sa/2.0/)
- Hits: 194
- Visitors: 193
- Downloads: 9
Thumbnail | File | Description | Size | Format | |||
---|---|---|---|---|---|---|---|
View Details | SOURCE1 | SNAM-DYANI-MA-TR24-223.pdf | 919 KB | Adobe Acrobat PDF | View Details |