- Title
- Stewardship and collaboration in multifunctional landscapes: a transdisciplinary enquiry
- Creator
- Cockburn, Jessica Jane
- ThesisAdvisor
- Cundill, Georgina
- ThesisAdvisor
- Shackleton, Sheona
- Subject
- Environmental management -- South Africa
- Subject
- Sustainable development -- South Africa
- Subject
- Ecosystem management -- South Africa
- Subject
- Social ecology -- South Africa
- Subject
- Interdisciplinary research
- Date
- 2018
- Type
- text
- Type
- Thesis
- Type
- Doctoral
- Type
- PhD
- Identifier
- http://hdl.handle.net/10962/61267
- Identifier
- vital:27998
- Description
- Social-ecological sustainability challenges, from the local to the global level, are of increasing concern. Stewardship has been proposed as a means of dealing with these challenges, but how can it be achieved in practice? In South Africa, the concept is put into practice by practitioners working with local stewards to facilitate more sustainable and equitable management of ecosystem services across landscapes. This landscape approach requires collaboration between multiple stakeholders, as social-ecological processes function beyond the boundaries of individual farms or villages. The aim of this research was to investigate the practice of stewardship and collaboration in multifunctional landscapes in South Africa through a transdisciplinary enquiry. This was achieved using a methodological framework based on critical complexity, transdisciplinarity, and critical realism. This framework was applied through an inductive, mixed methods research design which involved stewardship practitioners, stewards, and other stakeholders in the research. Practitioners' understandings of the stewardship concept vary, yet they coalesce around the idea of responsible use and care of nature. Accordingly, the primary role of stewards is to interact with nature responsibly and carefully, balancing the use of ecosystem services for their own benefit with broader social- ecological interests and needs. Although the biodiversity stewardship tool dominates stewardship practice in South Africa, more integrated social-ecological initiatives are also emerging, often hand-in-hand with this approach. Practitioners working in these initiatives face multiple interacting and mutually reinforcing enablers and barriers that facilitate or hinder collaboration for stewardship. Individual and social-relational enablers are pivotal to long-term sustainability of initiatives, whilst deep-seated inequalities and mistrust are significant barriers to collaboration. Despite such challenges, practitioners are succeeding in fostering collaboration by operating as hubs in the landscape. They are actively building new relationships and networks among diverse stakeholders to address shared sustainability challenges. This results in a patchwork of collaborative stewardship activity across the landscape, suggesting that stewardship and collaboration are fundamentally relational processes and that pluralistic approaches to sustainability are needed in multifunctional landscapes. Moreover, by re-focusing stewardship on stewards, practitioners are finding innovative ways to enable farmers to appreciate and practice stewardship, addressing the conflict between agriculture and conservation. Drawing on these findings, a critical realist analysis revealed underlying generative mechanisms that help to explain the challenges encountered in collaborative efforts toward stewardship. These mechanisms included, amongst others: individual stewards' values, societal constraints on the ability of stewards to express care, conflict between agriculture and conservation due to dominant agricultural approaches and neoliberal economic policies, and the divided and unequal nature of South African society. Operationalising transdisciplinary research enabled meaningful engagement with practitioner partners, allowing for novel insights and unexpected findings to emerge from practice-based knowledge. Putting transdisciplinarity into practice revealed the dynamic and multi-faceted role that researchers can play in transdisciplinary research, highlighting the importance of relational knowledge and competencies. Existing support systems and incentives within universities need to be re-configured to enable postgraduate students to conduct engaged science in service of society.
- Description
- Kuyanda ukuxhalatyiswa yimiceli mngeni yobudlewlane obuhlala buhleli bezentlalo nendalo, ekuhlaleni nakwihlabathi. Kuphakanyiswe umbono wobugosa-bumeli (ubuphathi bendalo, stewardship) ukuze kuhlangatyezwane nale miceli mngeni, kodwa iza kwenziwa njani le nto? EMzantsi Afrika le ngcamango iye yabekwa entsebenzweni ngabo banezakhono no bugcisa besebenza namagosa-bameli asekuhlaleni, benceda ekulawulweni ngendlela ehlala ihleli nelinganayo iinkonzo zobudlelwane nendalo kuyo yonke imihlaba. Le ndlela yokusebenzisa le mihlaba ifuna intsebenziswano phakathi kwabo bonke ababandakanyekayo, njengoko ubudlelwane bentlalo nendalo busebenza ngaphaya kwemida yomfama ngamnye okanye iilali. Injongo yoluhlolisiso ibikukuphanda ngoqheliselo lobugosa-bumeli nentsebenziswano yeemihlaba esebenza ngendlela ezininzi eMzantsi Afrika kubuzwa kumasebe olwazi ohlukeneyo olwazi(transdisciplinarity). Oku kwathi kwaphunyezwa ngenkqubo ehlola izinto ezahlukahlukeneyo kwimigangatho eyahlukeneyo, isekelwe kwingcamango enzulu kunoko kubonakala kuqondakalayo, kumasebe olwazi ohlukeneyo, nakulwazi lwesayensi nentlalo. Le nkqubo yenziwa kusetyenziswa inkqubo yokuqokelela ulwazi luze luhlalutywe, iintlobo ezahlukeneyo zokwenza uhlolisiso, ezazibandakandakanya abanezakhono zobugosa-bumeli, amagosa-bameli nabanye ababandakanyekileyo kolu hlolisiso. Ingcamango zabanezakhono zobubugosa-bumeli ziyohluka, kanti iingcamango zinye ngokuphathelele ukusetyenziswa nokukhathelela indalo yemvelo. Phofu ke, indima esisiseko yamagosa-bameli kukuphembelelana ngokufanelekileyo nangenkathalo nendalo, bethelekisa ukusebenzisa iinkonzo zobudlelwane nendalo ukuze zincede bona, kunye nomdla neemfuno eziphangaleleyo zobudlelwane bendalo nentlalo. Nakubeni isixhobo Sobugosa-Bumeli Bendalo Eyahlukeneyo Yezityalo Nezilwanyana (Biodiversity Stewardship) isesona sitshotsha phambili kuqheliselo lobugosa-bumeli eMzantsi Afrika, zikhona nezinye izixhobo ezivelayo eziqukwayo kwiphulo lobudlelwane bendalo nentlalo, ezisoloko zisebenza kakuhle neli lokuqala. Abanezakhono nabasebenza kula maphulo bajamelene neendidi zokuphembelelana, iingxaki ezahlukeneyo, izisombululo nezithinteli ezinceda okanye zonakalise intebenziswano yobugosa-bumeli. Isisombululo ngasinye nezo zayanyaniswa nentlalo zibaluleke gqitha kumaphulo azakuhlala ehleli, nakubeni ukungalingani okuzinze nzulu nokungathembani iyimiqobo ebelulekileyo kwintsebenziswano. Nangona ikhona le micelimngeni, abanezakhono bayaphumelela ekukhuliseni intsebenziswano ngokuthi basebenze kwiindawo ezithile kwimihlaba. Bakha unxulumano olutsha noqhagamishelwano nababandakanyekileyo ngokwahluka kwabo ukuze kusingathwe nemiceli mngeni yokugcina ubudlelwane bendalo nentlalo buhlale buhleli. Oku kuye kwaphumela kwintsebenziswano yobugosa-bumeli ethe yakho pha na pha kule mihlaba, nto leyo ebonisa ukuba ubugosa- bumeli nentsebenziswano ngokusisiseko yinkqubo enxulumeneyo, kwaye iindlela ezininzi zokwenza ubudlelwane bendalo nentlalo buhlale buhleli ziyimfuneko kwimihlaba ekwenziwa izinto ezininzi kuyo. Ngapha koko, ngokuthi kuphindwe kunikelwe ingqalelo kubugosa-bumeli isiya kumagosa bameli, abanezakhono bafumana iindlela ezintsha zokunceda amafama axabise aze aqhelisele ubugosa-bumeli, ngolu hlobo kusingathwa ingxabano phakathi kwezolimo nolondolozo lwendalo. Xa sifunda koku, ukucamngca nzulu ngako kutyhile enye indlela eye yanceda ekucaciseni imiceli mngeni ekuhlangatyezwane nayo kwimigudu yentsebenziswano yobugosa-bumeli. Ezi ndlela zibandakanya, phakathi kwezinye: indlela aziphatha ngayo amagosa-bameli, iingcinezelo yabahlali ekubeni amagosa-bameli abonakalise inkathalo, ukungavisisani phakathi kwezolimo nolondolozo lwendalo ngenxa yendlela ezongamelayo nezisetyenziswayo zolimo, nemigaqo-nkqubo yezoqoqosho elawulwa bucala, nokwahlukana, ukungalingani kwabantu baseMzantsi Afrika. Ukusebenzisa uhlolisiso lwamasebe olwazi ohlukeneyo kubangele ukufuthelana okunentsingiselo namaqabane abo banezakhono, oku kuvulele iingcamango ezinzulu nokufumana izinto ebezingalindelekanga kulwazi olusekelwe kuqheliselo. Ukubeka ulwazi lwamasebe ahlukeneyo entsebenzweni kutyhile iindima ezahlukeneyo okanye ezininzi ezidlalwa ngabahlolisisi kuhlolisiso lolwazi lwamasebe ohlukeneyo, kubalaseliswa ukubaluleka kolwazi olunxulunyaniswayo nozimiselo. Iinkqubo zenkxaso nezinye izinto ezincedayo ezikhoyo kwiyunivesiti kufuneka ziphinde zakhiwe ukuze zincede abafundi abenza uhlolisiso balwenze benomfutho wesayensi enceda abahlali.
- Format
- 260 pages, pdf
- Publisher
- Rhodes University, Faculty of Science, Environmental Science
- Language
- English
- Rights
- Cockburn, Jessica Jane
- Hits: 5731
- Visitors: 6088
- Downloads: 1002
Thumbnail | File | Description | Size | Format | |||
---|---|---|---|---|---|---|---|
View Details | SOURCE1 | 9 MB | Adobe Acrobat PDF | View Details |