- Title
- Ndiyazi ukuba ndiza kufa njani : ingqokelela yemibongo
- Creator
- Mdliva, Mqhubi Given
- ThesisAdvisor
- Kunju, Hleze
- ThesisAdvisor
- Mbungwana, Mthunzikazi
- Subject
- Creative writing (Higher education) -- South Africa
- Subject
- Xhosa poetry -- 21st century
- Subject
- Xhosa poetry -- History and criticism
- Subject
- Diaries -- Authorship
- Subject
- Xhosa fiction -- 21st century
- Date
- 2021-04
- Type
- thesis
- Type
- text
- Type
- Masters
- Type
- MA
- Identifier
- http://hdl.handle.net/10962/178295
- Identifier
- vital:42928
- Description
- Le mibongo inyathela kwizinto ezitsarhayo; ukufa, ukukhula kweziganeko ezingobundlobongela obuphathelele kwezesondo nesini, kubulawa abantwana namanina ngamadoda norhwaphilizo olugqugqisayo. Lo msebenzi uphonononga ukwavavanya ukusetyenziswa kweempawu zokubhala kungalandelwa miqathango yokubhala koko kusetyenziswa ezi mpawu njengezixhobo zokuphuhlisa iimvakalelo zembongi. Ezi mpawu ziquka iidesh, iikholoni, iisemikholoni ukuqelelaniswa kwamagama kukwashiywa nezikhewu phakathi kwamagama kukhokelwa ngumoya wemibongo. Oku kubangele ukuba le mibongo ibe nezakhiwo ezahlukileyo nezingaqhelekanga kubhalo lwesiXhosa. Oko kukuthi, lo msebenzi utyebisa uncwadi lwesiXhosa ngokukwandisa kule ndlela ingaqhelekanga yokubhala. Umsebenzi kaSt E.P. Yako ube nefuthe kakhulu kulo msebenzi, ngakumbi indlela alusebenzise ngayo ulwimi oluteketeke zizafobe nemifanekiso ukubhala imibongo njengoko enzile kumbongo othi, Izibongo zikaMhlekazi uArchie Sandile. Kumbhali uMarina Tsvetaete kubolekwe indlela ayisebenzise ngayo imifanekiso kumbongo osihloko sithi, Poems for Block kuba udubula ngegama uthi thaa umfanekiso kwingqondo yomfundi. Isimbo sokuyila isakhiwo sombongo sikaSimphiwe Nolutshungu naso sibe nefuthe kule mibongo, kwaye le thisisi yandisa apho lo kaNolutshungu aphele khona ngakumbi kwindlela asebenzise ngayo iimpawu zokubhala.
- Description
- Thesis (MA) -- Faculty of Humanities, School of Languages and Literatures, 2021
- Format
- computer, online resource, application/pdf, 1 online resource (155 pages), pdf
- Publisher
- Rhodes University, Faculty of Humanities, School of Languages and Literatures
- Language
- Xhosa
- Rights
- Mdliva, Mqhubi Given
- Rights
- All Rights Reserved
- Hits: 16832
- Visitors: 17023
- Downloads: 482
Thumbnail | File | Description | Size | Format | |||
---|---|---|---|---|---|---|---|
View Details | SOURCE1 | MDLIVA-MA-TR21-130.pdf | 1 MB | Adobe Acrobat PDF | View Details |