The new worker
- Authors: Security Workers' Industrial Union (SWIU)
- Date: 1987
- Subjects: SWIU
- Language: English, Xhosa
- Type: text
- Identifier: http://hdl.handle.net/10962/162110 , vital:40758
- Description: Our union is an organisation of workers in the security industry who work at: Pritchards,Grey's,Peninsula Security,Delta,Sector three,Coin,Fidelity etc. Workers alone in these companies are weak and cannot protect themselves from exploitation. All workers need to be protected and defended against unfair labour practises.
- Full Text:
- Date Issued: 1987
RAWU - The organiser umquequezeli
- Authors: RAWU
- Subjects: RAWU
- Language: English, Xhosa
- Type: text
- Identifier: http://hdl.handle.net/10962/113944 , vital:33847
- Description: IRHAFU YENTENGO KUBANTU ABAHLUPHEKILEYO, IRHAFU YENTENGO KUBANTU ABADLA UMHLA- LA PHANTSI, ORHAFU YENTENGO KUBANTU ABANGAPHANDLE KWE- NGQESHO, IRHAFU YENTENGO KUBANTWANA’ Urhulumente okhoyo usenkathazweni. Jikelele apha emhlab’ uhlangeni ujongene nentiyo- yoluntu olufuna ukonyuswa jkwemivuzo, imfundo ephucukileyo, lizindlu eziphucukileyo, nokuthatha inkxaxheba kulawulo leli lizwe. Ngoku ephakathi koluxanduva uya kubani eyo- kucela uncedo? Akayi kongxowa-nkulu abamonyulayo nabenza izigidi ngezi gidi zemali ngenxa yemithetho awayi qulunqayo. Hayi uya kubasebenzi, kubantu abahluphekileyo asigunyanzise ukhuthi sihlawule iimpazamo zakhe. Urhulumente uzakutychitha entweni jyonke lemali yerhafu yentengo? Ingaba- bcthu uzakuyichitha ekusakheleni izindlu okanye uzakusinika ukutya nezinto zoku- Ihamba, kwimfundo mhlawumbi eyiyo lyabantwana bethu, abakhele mhlawumbi bindawo zokudLala nokonwaba? Hayi uza- gkuchitha kubandlululo nocalo-calulo! Uzakuyichitha kulo mgaqo-siseko mtsha lozama ukwahlula-hlula abantu bangabi nawo amandla okulwela amalungelo abo. Uzakuyichitha ngokugaya amapolisa lomeleze nomkhosi wokugcina ucalu- calulo nengcinezelo zomelele ukuze thina bantu bahluphekileyo sihlawule.
- Full Text: