- Title
- Iyure ifikile ke ngoku!
- Creator
- National Union of Mineworkers
- Subject
- Uncatalogued
- Date
- 1987-09-09
- Type
- text
- Type
- pamphlet
- Identifier
- http://hdl.handle.net/10962/105109
- Identifier
- vital:32466
- Description
- Eli lixesha lokuba bonke abasebenzi mgodi babe kumgca ongaphambili kweli dabi lomvuzo ophilisayo. Ugwayimbo lufuneka lube kuzo zonke imayini. Kucace okwekat‘emhlophe ehlungwini okokuba iChamber of Mines ayifuni kusihlawula imivuzo yanelisayo nephucukileyo. Isibonisile okokuba eyona nto iphambili kubo yingeniso yohlohlesabo eli xesha thina sihlupheka. Eyona ndlela iyiyo iseleyo yokunyanzelekisa iChamber of Mines lugwayimbo kuyo yonke imigodi yegolide neyamalahle. Ohlohlesabo sebetshilo okokuba nokuba ngaba singagwayimba abana kuyonyusa imivuzo yethu. Sesisazi kwakhona okokuba sebeqalile ohlohlesabo ukuzilungiselela ukuze balutyumze ugwayimbo lethu.
- Description
- News strike special August 9, 1987
- Format
- 4 pages, pdf
- Publisher
- National Union of Mineworkers
- Language
- Xhosa
- Rights
- National Union of Mineworkers
- Rights
- No part of this publication may be reproduced or transmitted in any form or by any means without prior permission from the publisher
- Hits: 3623
- Visitors: 3763
- Downloads: 161
Thumbnail | File | Description | Size | Format | |||
---|---|---|---|---|---|---|---|
View Details Download | SOURCE1 | NUM News - August 9 1987.pdf | 2 MB | Adobe Acrobat PDF | View Details Download |