- Title
- RAWU - The organiser umquequezeli
- Creator
- RAWU
- Subject
- RAWU
- Type
- text
- Identifier
- http://hdl.handle.net/10962/113944
- Identifier
- vital:33847
- Description
- IRHAFU YENTENGO KUBANTU ABAHLUPHEKILEYO, IRHAFU YENTENGO KUBANTU ABADLA UMHLA- LA PHANTSI, ORHAFU YENTENGO KUBANTU ABANGAPHANDLE KWE- NGQESHO, IRHAFU YENTENGO KUBANTWANA’ Urhulumente okhoyo usenkathazweni. Jikelele apha emhlab’ uhlangeni ujongene nentiyo- yoluntu olufuna ukonyuswa jkwemivuzo, imfundo ephucukileyo, lizindlu eziphucukileyo, nokuthatha inkxaxheba kulawulo leli lizwe. Ngoku ephakathi koluxanduva uya kubani eyo- kucela uncedo? Akayi kongxowa-nkulu abamonyulayo nabenza izigidi ngezi gidi zemali ngenxa yemithetho awayi qulunqayo. Hayi uya kubasebenzi, kubantu abahluphekileyo asigunyanzise ukhuthi sihlawule iimpazamo zakhe. Urhulumente uzakutychitha entweni jyonke lemali yerhafu yentengo? Ingaba- bcthu uzakuyichitha ekusakheleni izindlu okanye uzakusinika ukutya nezinto zoku- Ihamba, kwimfundo mhlawumbi eyiyo lyabantwana bethu, abakhele mhlawumbi bindawo zokudLala nokonwaba? Hayi uza- gkuchitha kubandlululo nocalo-calulo! Uzakuyichitha kulo mgaqo-siseko mtsha lozama ukwahlula-hlula abantu bangabi nawo amandla okulwela amalungelo abo. Uzakuyichitha ngokugaya amapolisa lomeleze nomkhosi wokugcina ucalu- calulo nengcinezelo zomelele ukuze thina bantu bahluphekileyo sihlawule.
- Format
- 7 pages, pdf
- Publisher
- Retail and Allied Workers Union (RAWU)
- Language
- English, Xhosa
- Rights
- Retail and Allied Workers Union (RAWU)
- Rights
- No part of this publication may be reproduced or transmitted in any form or by any means without prior permission from the publisher
- Hits: 1628
- Visitors: 1310
- Downloads: 102
Thumbnail | File | Description | Size | Format | |||
---|---|---|---|---|---|---|---|
View Details | SOURCE1 | RAWU - The organiser umquequzeli.pdf | 3 MB | Adobe Acrobat PDF | View Details |