Iinjongo ze Self-Employed Womens Union
- SEWU
- Authors: SEWU
- Date: 1997
- Subjects: SEWU
- Language: English,Xhosa,Afrikaans, Zulu
- Type: text
- Identifier: http://hdl.handle.net/10962/154981 , vital:39813
- Description: ISEWU yimanyano yamakhosikazi azisebenzelayo ngokwawo abangenawo umsebenzi osisigxina. Ungazimanyaxa uyinkosikazi eziphilelayo ngoluhlobo lulandelayo: Xa uzisebenzela ngokwakho ungaqashanga bantu bangaphezu kwesithathu; Xa usebenzela abantu bengakuqashanga isigxina; Xa usenza umsebenzi ongekho phantsi kwayo nayiphi imanyano; Xa usebenza umsebenzi wethutyana (casual). Imali yokuzimanya ne SEWU yi Rl 0.00, umrhumo wenyanga yi R5.00 emva kokuba ujoyinile. Uyakuthi ufumane ikhadi lobulungu elizakuthi libonise imirhumo yakho, kunye ne risiti njalo xa ubhatala. ISEWU inazo nee ofisi zokucebisa (Advice Offices) amakhosikazi asebenzayo angekho phantsi kwayo nayiphi imanyano. Wamkelekile uze kuboniswane / ngengxaki yakho sibone indlela esinokuyisombulula ngayo.
- Full Text:

Newsletter of the Self-Employed Womens Union - No.21
- SEWU
- Authors: SEWU
- Date: 1997
- Subjects: SEWU
- Language: Xhosa, Afrikaans
- Type: text
- Identifier: http://hdl.handle.net/10962/155026 , vital:39834
- Description: Ngomhla we 12 ku May uSEWU wamenywa ukuba azokwenza iziphakamiso kwikomiti ejongene nokulinganiswa kwabantu ngokungakhethe sini (Commission for Gender Equality)malunga nemeko yamakhosikazi azisebenzelayo. Lekomishoni yonyulwe ngo 1997. Ngethuba ekwakuqala ingxoxo zopolitiko malunga noMzantsi Afrika omtsha, kwavunyelwana ukuba urhulumente omtsha akasayi kuvumela ukuxhatshazwa kwabantu ngesini. Yaye bayakuqinisekisa ukuba kuphunyezwa umthetho kwakhiwe nepolisi ezilungiselele ukukhusela oko.

Newsletter of the Self-Employed Womens Union - No.22
- SEWU
- Authors: SEWU
- Date: 1997
- Subjects: SEWU
- Language: Afrikaans, Xhosa
- Type: text
- Identifier: http://hdl.handle.net/10962/155100 , vital:39855
- Description: Die Derde Jaarlikse Konferensie van SEWU sal vanaf 22 -24 Julie plaasvind. Dit is die eerste nasionale konferensie vandat SEWU buite die grense van KwaZulu- Natal begin organiseer het. Afgevaardigdes van die Wes-Kaap sal ook by hierdie Konferensie wees. SEWU lede sal afgevaardigdes uit hulle eie geledere kies om hulle by hierdie Konferensie te verteenwoordig. Daar is ongeveer 48 SEWU takke waarvan 15 in die KwaZulu-Natal se landelike gebiede is. Een afgevaardigde word vanuit elke 20 opbetaalde lede in ’n tak verkies. Ons verwag tussen 100 en 150 afgevaardigdes.

- Language: English
- Type: text
- Identifier: http://hdl.handle.net/10962/155037 , vital:39835
- Description: Die Derde Jaarlikse Konferensie van SEWU sal vanaf 22 -24 Julie plaasvind. Dit is die eerste nasionale konferensie vandat SEWU buite die grense van KwaZulu- Natal begin organiseer het. Afgevaardigdes van die Wes-Kaap sal ook by hierdie Konferensie wees. EWU lede sal afgevaardigdes uit hulle eie geledere kies om hulle by hierdie Konferensie te verteenwoordig. Daar is ongeveer 48 SEWU takke waarvan 15 in die KwaZulu-Natal se landelike gebiede is. Een afgevaardigde word vanuit elke 20 opbetaalde lede in ’n tak verkies. Ons verwag tussen 100 en 150 afgevaardigdes.

- «
- ‹
- 1
- ›
- »