Ukuzotywa kwabalinganiswa ngokwesithako sobunzululwazi bume-ngqondo kwiincwadi zedrama ezikhethiweyo zesiXhosa, ngokweemeko zale mihla
- Authors: Bilatyi, Katy Nomthandazo
- Date: 2014
- Subjects: Xhosa drama Characters and characteristics in literature
- Language: Xhosa
- Type: Thesis , Masters , MA
- Identifier: http://hdl.handle.net/10948/9913 , vital:26632
- Description: Olu phando luza kugxila kuphononongo lobume bengqondo ephazamisekileyo yabalinganiswa, lujonga kananjalo izimo zabalinganiswa ngakumbi abatsha, indlela abacinga nabenza ngayo izinto. Olu phando luza kuphicotha obu bume bengqondo baba balinganiswa kusetyenziswa iincwadi zedrama ezilandelayo: uBuzani Kubawo, kaTamsanqa, uAmaza, kaQangule, uLiseza kutshona kaMbobo, u-Uthembisa noMakhaya kaMtywaku, Isikhwakhwa noBessie kaMtywaku kunye noNdiyekeni kaJongilanga. Olu thotho lweencwadi zedrama zikhethiweyo luza kusetyenziswa kwakhona ukubhentsisa ubungqondo-lukhuni lwababhali ekuzobeni abalinganiswa abatsha njengoongantweni nolwamvila lolu zobo kwindlela ulutsha oluziphethe ngayo. Olu phando lutshayelelwe ngesahluko sokuqala esiqulathe iingxaki zophando, iinjongo zophando, ukubaluleka kolu phando, okusele kubhaliwe ngophando olu, nalapho olu luza kwahluka khona. Isahluko sesibini sibonisa isithako sobuNzululwazi bume- ngqondo nezinye ezikhaphayo ezifana nenkcubeko apho kujongwa ukuba ingaba inkcubeko ayisetyenziswa na ngendlela ebangela ukuba abalinganiswa abatsha bazibone bekwimo emandla yoxinzelelo. Esi sithako senkcubeko sihambelana neso semo yokuziphatha apha kujongwa ukuba ingaba ukuziphatha kwaba balinganiswa batsha akuqhutywa yindlela uluntu olubabona ngayo bephenjelelwa nayindlela abazotywa ngayo ngababhali. Ezinye izithako ezikhapha esi sobume bengqondo seso sobudala apho kugxilwa kwindlela abajongelwa phantsi ngayo ngenxa yeminyaka yabo luluntu nabazali abaphela bebathathela izigqibo ezikhokelela kuxinzelelo nokuziphatha okungekuhle. Esokugqibela seso seOnomastiki apho kujongwa ukuba ingaba indlela abathiywe ngayo abalinganiswa ayinagalelo kusini na kwindlela oluziphethe ngayo ulutsha. Iimeko zoxinzelelo abazibhaqa bephantsi kwazo abatsha azibangelwa ngamagama abawanikiweyo na nekuye kulindeleke ukuba bawalandele ngenkani nokuba imeko ayivumi. Isahluko sesiThathu sakugxila kwizimo zabalinganiswa ze esesiNe sigxile kubalinganiswa nezigulo zengqondo.
- Full Text:
- Date Issued: 2014

Igalelo loncwadi lwandulo ku-Ithemba liyaphilisa ka-W.K. Tamsanqa no-Ingqumbo yeminyanya ka- A. C. Jordan
- Authors: Ganto, Diniwe Joyce
- Date: 2013
- Language: Xhosa
- Type: Thesis , Masters , MA (African Languages)
- Identifier: vital:11150 , http://hdl.handle.net/10353/d1013014
- Description: Olu phando luqwalasela nzulu igalelo loncwadi lwandulo kolwanamhla uncwadi. Kubalulekile ukuba kwenziwe oku kuba ugxudululu lwabahlalutyi boncwadi lwesiXhosa bakholisa ukukhumathela ekukhangeleni ifuthe loncwadi lwaseNtshona kuncwadi lwesiXhosa, babe bona abahlalutyi abagrombonca igalelo loncwadi lwandulo kolwanamhla (kwisiXhosa) benqongophele. Nemingqandandana ekhoyo yophando oselwenziwe kuncwadi lwesiXhosa ikholisa ukukhangela ifuthe, lona uphando olungegalelo loncwadi lwandulo kolwanamhla lunqongophele. Iincwadi endiphengulula zona kulo msebenzi yile kaJordan (Ingqumbo Yeminyanya), nekaTamsanqa (Ithemba Liyaphilisa). Indlela endiwuhlahlube ngayo lo msebenzi wophengululo ingolu hlobo: Isahluko sokuqala yimbulambethe edandalazisa iindlela-ndlela endiza kuchankcatha ngazo ukugrombonca eli galelo loncwadi lwandulo kolwanamhla. Isahluko sesibini siza kugrombonca imigqaliselo ekwakuchancathwa kuyo endulo xa kuyilwa amabalana omthonyama. Ndibuye ndifunxe ulwazi olunzulu ngala mabali andulo. Isahluko sesithathu siza kukhukhuza sikhangele ezi ncwadi zimbini Ingqumbo Yeminyanya ne Ithemba Liyaphilisa ukuba ezi zithako nala mabali andulo asetyenziswe njani na kuzo. Isahluko sesine siza kutwabulula indlela abazinonga ngayo ezi zithako nala mabali andulo kwezi ncwadi zabo ooJordan noTamsanqa. Kwakhona ndiphinde ndikhangele ukuba ezi zithako zinagalelo lini na kwizigidimi ezingundoqo eziphuhliswa kwezi ncwadi. Isahluko sesihlanu sisishokobezo somsebenzi wezahluko zonke endizenzileyo.
- Full Text:
- Date Issued: 2013

Uphononongo ngokwesithako sobunzululwazi-sakhono kwiinoveli ezimbini zesiXhosa : (Ukhozi olunamaphiko noLwadilik' udonga)
- Authors: Jaxa, Nontembiso Patricia
- Date: 2013
- Subjects: Xhosa literature -- History and criticism , Xhosa language -- Grammar , Figures of speech
- Language: Xhosa
- Type: Thesis , Masters , MA
- Identifier: vital:8483 , http://hdl.handle.net/10948/d1020981
- Description: Kule ngxoxo kuqwalaselwa indlela ulwimi njengesakhono olusetyenziswe ngayo kwincwadi kaSaule, ethi, Ukhozi Olumaphiko kunye nobuchule bukaBongela ekubhaleni kwincwadi yakhe ethi, Lwadilik’ Udonga, yona eluguqulelo lwencwadi kaChinua Achebe, ethi, Things Fall Apart. Kule ngxoxo akuthelekiswa aba babhali babini koko kujongwe nje kunconywa ubuchule babo ekusebenziseni ulwimi ngendlela ephakamisa umgangatho weencwadi zabo. Oko, kudandalazisa ukubaluleka kokuqatshelwa kolwimi njengesakhono, ngababhali. Injongo yolu phando kukuba, ababhali bakuthathele ingqalelo ukubaluleka kokukhulisa nokukhuthaza ukusetyenziswa kolwimi ngokukubonisa oko kwiincwadi abazibhalileyo, ukuze, nakubafundi nootitshala ezikolweni, kube lula ukufunda nokufundisa ulwimi, kuphumezeke iinjongo zeNkcazelo yePolisi yeKharityhulam noHlolo (2011), yona ebethelela ukufundiswa kolwimi ngendlela ephucula nekhulisa umfundi kulwimi. Le ngxoxo ke ixhaswa ngezithako ngezithako zeengcali kwisakhono noguqulelo. Ingxoxo le yahlulwe yazizahluko ezihlanu. Isahluko sokuqala sivula ngentshayelelo, ze sidandalazise intsusamabandla yolu phando, kushukuxwe ingxubakaxaka elundululeyo, ze kwenziwe uphengululo lweencwadi zeengcali kwizithako zesakhono nezokuguqulela. Isahluko sesibini, siqwalasela indlela uSaule asebenzise ngayo iindidi zezivakalisi, kanti neendidi zezivakalisi ezidiza isakhono ngobuchule, ukuze kuphuhle amandla akhe ekubaliseni kuhlobo loncwadi alubhalileyo, nokuvakalisa iingcinga neengcamango zakhe, edlulisa nolwazi kwabo bafunda incwadi. Isahluko sesithathu, siyaqhuba nokusetyenziswa kolwimi njengesakhono sokubhala kwakwincwadi kaSaule, kodwa kujongwe ukusetyenziswa kwezifanekisozwi, izifaniso, uchongo-magama nentsingiselo kunye noburharha bombhali. Isahluko sesine sona sihlalutya isimbo sikaBongela ekubhaleni nasekuguquleleni kwincwadi yakhe ethi, Lwadilik’ udonga. Isahluko sesihlanu sesokuphetha, siyintyilazwi yeengxoxo ezikolu hlalutyo, kuxilongwa ubuzaza besithako sobunzululwazi-sakhono nokubaluleka kwaso ekuphuhliseni uncwadi jikelele. Ukusetyenziswa kolwimi kuko okungundoqo wokuphila koncwadi.

Uphononongo nzulu lwefuthe lweentetho ntshukumo zovakalelo zabalinganiswa kwiincwadi ezichongiweyo zedrama zesixhosa
- Authors: Sehloboko, Matsiliso
- Date: 2013
- Subjects: Xhosa literature , Xhosa drama
- Language: Xhosa
- Type: Thesis , Masters , MA
- Identifier: vital:8478 , http://hdl.handle.net/10948/d1020002
- Description: Olu phando luza kucubungula ifuthe lentetho ntshukumo yovakalelo kubalinganiswa. Kuza kungqalwa kwindlela ethi intsingiselo yamkeleke ngayo kutoliko novakalelo lomphulaphuli ngokuxhomekeka kwimeko ethile yentetho. Intetho njengesenzeko esinokusetyenziswa ekuyileni nasekuchukumiseni inyaniso, nethi ngokuvakaliswa kwayo idale utshintsho kubomi babalinganiswa iza kucubungulwa kuza kugocwagocwa iincwadi zedrama yesiXhosa ezichongiweyo.

Uphononongo lokubunjwa kobume bengqondo yabalinganiswa kwiincwadi ezikhethiweyo zesiXhosa
- Authors: Netjies, Nomalanga Primrose
- Date: 2012
- Subjects: Xhosa literature -- History and criticism , South African literature
- Language: Xhosa
- Type: Thesis , Masters , MA
- Identifier: vital:8474 , http://hdl.handle.net/10948/d1011847 , Xhosa literature -- History and criticism , South African literature
- Description: Olu phando luza kugxila kuphononongo lobume bengqondo ephazamisekileyo, lujonge izimo zabalinganiswa nendlela abacinga nabenza ngayo izinto. Kuza kube kugocwagocwa ubume bengqondo yabalinganiswa abakwezi ncwadi zintathu zilandelayo: Incwadi kaTamsanqa ethi, „Buzani Kubawo,‟ ekaJordan ethi, „Ingqumbo Yeminyanya‟ neka Jongilanga ethi, „Ukuqhawuka Kwembeleko.‟Apha kuza kukhokela intshayelelo equlathe izinto ezininzi eziquka amagama amatsha aza kusetyenziswa, indlela oza kuma ngayo umsebenzi kunye nembali ngababhali. Oku kulandelwa yingcingane eza kuthi ibe sisiseko solu phando, ingcingane yobume bengqondo, ingcingane yemeko engaqhelekanga kunye nezayamileyo; ingcingane yokuqonda kunye nengcingane yenkcubeko nentlalo. Kuza kuthi kutyhilwe iimeko abantu abaphila phantsi kwazo emakhaya nasentlalweni ngokubanzi. Iingcali zophando zizamile ukuza neendlela ezizizo zokwazi unobangela wokuphazamiseka kwengqondo ukuze zikwazi ukuza nonyango oluchanekileyo. Ekugqibeleni kuza kuthi kushwankathelwe wonke lo msebenzi, kuvezwe namacebo anokunceda abafundi nababhali kuncwadi. Kuza kucetyiswa ababhali ukuze babethelele ingcamango yokuba kubekho uncedo okanye unyango kubalinganiswa abanesimo sengqondo esiphazamisekileyo, xa kuphononongwa le ngcingane yesimo sengqondo.
- Full Text:
- Date Issued: 2012

IsiXhosa Method: EDX 212
- Authors: Mdaka, V N , Tyilo, P N
- Date: 2011-08
- Subjects: Xhosa language -- Study and teaching
- Language: Xhosa
- Type: Examination paper
- Identifier: vital:18372 , http://hdl.handle.net/10353/d1011529
- Description: IsiXhosa Method: EDX 212, Supplementary examination August 2011.
- Full Text: false
- Date Issued: 2011-08

Imbali
- Bani, Zanemali, AmaJobe Traditional Community
- Authors: Bani, Zanemali , AmaJobe Traditional Community
- Date: 2011
- Subjects: Bani, Zanemali Jobe (African people) -- South Africa -- Peddie -- History Tarfield Location (Peddie, South Africa) Benton Location (Peddie, South Africa) Mqheleni Location (Peddie, South Africa) Xhosa (African people) -- South Africa -- Peddie Fort Peddie (South Africa) -- History
- Language: Xhosa
- Type: text
- Identifier: http://hdl.handle.net/10962/41271 , vital:25073 , This manuscript is held at the Cory Library for Humanities Research at Rhodes University. For further information contact cory@ru.ac.za. The digitisation of this image was made possible through a generous grant received from the Andrew W. Mellon Foundation 2014-2017. , PR 10 353
- Description: Historic record of AmaJobe community drafted by Chief Zanemali Bani. AmaJobe sisizwe kwizizwe zamaXhosa esinomlando waso osafumaneka ngokucacileyo kwisizukulwane seshumi elinesine. UNkosi Sinuka, isizukulwane sesibhozo ukusuka kwinkosi uZanemali ophetheyo, yabanguye owagqwesayo, ekhona kumlo ophakathi koCirha noTshawe ngaseMzimvubu River phambi ko 1600. Ngeloxesha esisizwe samaJobe sasele sikho kade kweli lamaXhosa njengesizwe samaJobe. Kwakukho izizwe zamaRhudulu , amaGqubusha, amaJobe asondele kakhulu kwisiduko samaNgwevu, in fact uSinuka ngumkhuluwa kaTshangisa and uncle to Rhudulu. , Historic record of AmaJobe community drafted by Chief Zanemali Bani. AmaJobe is one of the most ancient traditional communities in the Eastern Cape, being able to trace their history back fourteen generations. Chief Sinuka, eight generations before Zanemali, the present chief was present at the battle between Tshawe and Cirha at the Mzimvubu river, during which battle amaJobe participated on behalf of Tshawe. This battle occurred some time before the year 1600, by which time amaJobe were already a distinct traditional community. The amaJobe are closely related to the amaNgwevu clan, in fact Sinuka was the senior brother of Tshangisa and the uncle to Rhudulu. , Bani, Zanemali, Chief (donor)
- Full Text:
- Date Issued: 2011

Imbali (unedited version)
- Bani, Zanemali, AmaJobe Traditional Community
- Authors: Bani, Zanemali , AmaJobe Traditional Community
- Date: 2011
- Subjects: Bani, Zanemali Jobe (African people) -- South Africa -- Peddie -- History Tarfield Location (Peddie, South Africa) Benton Location (Peddie, South Africa) Mqheleni Location (Peddie, South Africa) Xhosa (African people) -- South Africa -- Peddie Fort Peddie (South Africa) -- History
- Language: Xhosa
- Type: text
- Identifier: http://hdl.handle.net/10962/41286 , vital:25075 , This manuscript is held at the Cory Library for Humanities Research at Rhodes University. For further information contact cory@ru.ac.za. The digitisation of this image was made possible through a generous grant received from the Andrew W. Mellon Foundation 2014-2017. , PR 10 353

Journal of learner writing / Phemba Mfundi
- Nelson Mandela Institute for Education and Rural Development
- Authors: Nelson Mandela Institute for Education and Rural Development
- Date: 2011
- Subjects: Inkedama -- Ukufa , Protests -- Our roots , Protest -- Praise poems , Oomana -- Women , Umtshato -- Wedding -- Humanities , Ugawulayo -- HIV & AIDS , Indalo -- Nature , Ulawulo ngomelo -- Inkululeko--Democracy and freedom , Amaqhawe namaqhawekazi -- Heroes -- Heroines , Iincwadi namabali -- letters and stories , Phemba Mfundi Journal 2011
- Language: English , Xhosa
- Type: text
- Identifier: vital:12216 , http://hdl.handle.net/10353/d1013528 , Inkedama -- Ukufa , Protests -- Our roots , Protest -- Praise poems , Oomana -- Women , Umtshato -- Wedding -- Humanities , Ugawulayo -- HIV & AIDS , Indalo -- Nature , Ulawulo ngomelo -- Inkululeko--Democracy and freedom , Amaqhawe namaqhawekazi -- Heroes -- Heroines , Iincwadi namabali -- letters and stories

Uphononongo lokuchubeka kwezimo zabalinganiswa kwiincwadi ezichongiweyo zedrama zesiXhosa
- Authors: Mvanyashe, Andiswa
- Date: 2011
- Subjects: Xhosa drama , Characters and characteristics in literature
- Language: Xhosa
- Type: Thesis , Masters , MA
- Identifier: vital:8450 , http://hdl.handle.net/10948/1409 , Xhosa drama , Characters and characteristics in literature
- Description: Le ngxoxo iza kuthetha ngengcingane yokuchubeka. Phantsi kwengcingane yokuchubeka kuza kuthi kuxoxwe ngezi zinto ziladelayo: ukuchubeka lungileyo kunye nokuchubeka gwenxa, ubuso (imvakalelo), izaci zokuchubeka, ukuchubeka nesini kunye nokuchubeka namandla okanye igunya. Ezi zihloko zingaphantsi ziza kubonakaliswa phantsi kwecandelo lesibini ukuya kwelesine ze isahluko sesihlanu ibe sesokukuqukumbela. Ukuchubeka kufumaneka phantsi kwezifundo zesoshiyolingwistiki. Ingxoxo iza kuthi iqale icacise ngesoshiyolingwistiki. Ukuchubeka kuphuhla kakuhle xa isithethi sisebenzisa amagama entetho-ntshukumo anje ngokuncoma, ukuhlekisa, ukuxolisa njalo-njalo. Ingxoxo iza kuthi inabe nzulu ngengcingane yentetho-ntshukumo. Iza kuphinda ingene nzulu icacisa igama elinentshukumo ngalinye. Le ngxoxo ithi ijonge kwaye iphendule umbuzo othi ingaba ngoobani abachubekileyo kukho amadoda nabantu ababhinqileyo. Lo mbuzo uthi ukhokhelele ingxoxo ekuxoxeni ngesini. Ingcingane yesini iza kuthi isetyenziswe ekuphenduleni lo mbuzo kwaye iza kucaciswa nzulu. Kuyabonakala okokuba apha ekuchubekeni bakhona abantu abachubeka ngenxa yezizathu ezithile. Izizathu ezifana nokuthobela amagunya, ukoyika lo mntu athetha naye, ukuhlonipha njalo-njalo.

Uphononongo nzulu lokusetyenziswa kolwimi olucengayo ngabalinganiswa kwincwadi ka Z.S. Qangule ethi, "Amaza" neka A.M. Mmango ethi, "Udike noCikizwa"
- Authors: Notshe, Lwandlekazi
- Date: 2011
- Subjects: Xhosa drama , Figures of speech , Persuasion (Psychology) in literature
- Language: Xhosa
- Type: Thesis , Masters , MA
- Identifier: vital:8476 , http://hdl.handle.net/10948/d1012684 , Xhosa drama , Figures of speech , Persuasion (Psychology) in literature
- Description: Olu phando luza kuphendla ubugcisa bokusetyenziswa kwezicengo ekutshintsheni izimvo, iinkolo nokuziphatha kwabantu. Kuza kugxilwa kakhulu kwiinjongo noxinzelelo lwazo kuba zingunozala wezicengo. Kuza kugocwagocwa ‘Amaza’ kaQangule kwakunye no ‘UDike noCikizwa’ kaMmango. Apha kwezi ncwadi kuza kuhlutywa ukuba ulwimi olucengayo luyasetyenziswa ngabantu abantetho isisiXhosa, nokuba imingangatho eyinqobo (values), inkcubeko, nengqeqesho (socialization) zidlala indima enkulu kulwimi olucengayo. Isahluko sokuqala salo msebenzi siza kunika amagqabantshintshi ngolu phando. Esi sahluko siqulathe: Intshayelelo; Iingxaki zophando; Iinjongo zophando; Ukubaluleka kolu phando; Okusele kubhaliwe ngezicengo; Ingcaciso magama. Isahluko sesibini siqulathe iingcingane zolwimi olucengayo, abasunguli bazo, nemisebenzi yabo. Isahluko sesithathu siqwalasele ukusetyenziswa kwezicengo kwiincwadi ezichongiweyo. Isahluko sesine sijonge ubugcisa bokusetyenziswa kolwimi olucengayo kwizihlobo nakwiintsapho. Kwalapha, kujongwe nokusetyenziswa kolwimi oluchubekileyo ngamadoda nabafazi, igunya, umyalezo ocalanye kwakunye nokunikezela. Isahluko sesihlanu nesisesokugqibela – sishwankathela iziphumo zophando kukwanikwa neengcebiso.

Xhosa Non-Mother Tongue: XNM 122E
- Authors: Satyo, N , Myoli, N
- Date: 2010-12
- Subjects: Xhosa language -- Foreign speakers
- Language: Xhosa
- Type: Examination paper
- Identifier: vital:18375 , http://hdl.handle.net/10353/d1011532
- Description: Xhosa Non-Mother Tongue: XNM 122E, examination December 2010.
- Full Text: false
- Date Issued: 2010-12

Xhosa Prose: XHS 505
- Authors: Botha, C R , Kwatsha, L L
- Date: 2010-02
- Subjects: Xhosa literature
- Language: Xhosa
- Type: Examination paper
- Identifier: vital:18380 , http://hdl.handle.net/10353/d1011539
- Description: Xhosa Prose: XHS 505, examination February 2010.
- Full Text: false
- Date Issued: 2010-02

Imbali yeZifundo Zeelwimi ZaseAfrika: XH 224
- Soul, Z W, Satyo, N, Ganto, D J
- Authors: Soul, Z W , Satyo, N , Ganto, D J
- Date: 2010-01
- Language: Xhosa
- Type: Examination paper
- Identifier: vital:18392 , http://hdl.handle.net/10353/d1011552
- Description: Imbali yeZifundo Zeelwimi ZaseAfrika: XH 224, supplementary examination January 2010.
- Full Text: false
- Date Issued: 2010-01

Isixhosa Language, Literacy and Communication Methodology: EDX 321
- Authors: Mdaka, V N , Tyilo, P N
- Date: 2010-01
- Subjects: Xhosa language -- Study and teaching
- Language: Xhosa
- Type: Examination paper
- Identifier: vital:18388 , http://hdl.handle.net/10353/d1011547
- Description: Isixhosa Language, Literacy and Communication Methodology: EDX 321, degree examination January/February 2010.

Isixhosa Literature: XHS 122E
- Ganto, D J, Satyo, N P, Mdaka, S S
- Authors: Ganto, D J , Satyo, N P , Mdaka, S S
- Date: 2010-01
- Subjects: Xhosa literature
- Language: Xhosa
- Type: Examination paper
- Identifier: vital:18390 , http://hdl.handle.net/10353/d1011550
- Description: Isixhosa Literature: XHS 122E, supplementary examination January 2010.
- Full Text: false
- Date Issued: 2010-01
- Authors: Ganto, D J , Satyo, N P , Mdaka, S S
- Date: 2010-01
- Subjects: Xhosa literature
- Language: Xhosa
- Type: Examination paper
- Identifier: vital:18390 , http://hdl.handle.net/10353/d1011550
- Description: Isixhosa Literature: XHS 122E, supplementary examination January 2010.
- Full Text: false
- Date Issued: 2010-01
Isixhosa Literature: XHS 223 & 223E
- Satyo, N P, Ganto, D J, Mdaka, S S
- Authors: Satyo, N P , Ganto, D J , Mdaka, S S
- Date: 2010-01
- Subjects: Xhosa literature
- Language: Xhosa
- Type: Examination paper
- Identifier: vital:18391 , http://hdl.handle.net/10353/d1011551
- Description: Isixhosa Literature: XHS 223 & 223E, supplementary examination January 2010.
- Full Text: false
- Date Issued: 2010-01
- Authors: Satyo, N P , Ganto, D J , Mdaka, S S
- Date: 2010-01
- Subjects: Xhosa literature
- Language: Xhosa
- Type: Examination paper
- Identifier: vital:18391 , http://hdl.handle.net/10353/d1011551
- Description: Isixhosa Literature: XHS 223 & 223E, supplementary examination January 2010.
- Full Text: false
- Date Issued: 2010-01
An investigation of the themes and techniques in L.L. Sebe's "Ucamngco" = Uphando ngemixholo nesimo sokubhala esisetyenziswe kwincwadi ke L.L. Sebe "Ucamngco"
- Authors: Grootboom, Zoleka Faith
- Date: 2008
- Subjects: Sebe, L. L. W. (Lennox L. W.) -- Criticism and interpretation , Xhosa fiction -- History and criticism
- Language: Xhosa
- Type: Thesis , Masters , MA
- Identifier: vital:8465 , http://hdl.handle.net/10948/781 , Sebe, L. L. W. (Lennox L. W.) -- Criticism and interpretation , Xhosa fiction -- History and criticism
- Full Text:
- Date Issued: 2008

Ubuchule bencoko yababini nesimbo sokubhala kwincwadi ka A.M. Mmango ethi, "Law' ilahle"
- Authors: Tose, M. J
- Date: 2007
- Subjects: Mmango, A. M. -- Criticism and interpretation , Mmango, A. M. Law' ilahle , Xhosa fiction -- History and criticism
- Language: Xhosa
- Type: Thesis , Masters , MA
- Identifier: vital:8467 , http://hdl.handle.net/10948/621 , Mmango, A. M. -- Criticism and interpretation , Mmango, A. M. Law' ilahle , Xhosa fiction -- History and criticism
- Description: Olu phando lugxile kakhulu kwincwadi ka-A.M. Mmango ethi, Law’ilahle. Apha sizama ukuveza ukubaluleka kobuchule bokubhala phakathi kwencoko yabantu ababini kubhalo lwemidlalo ngoovulindlela bedrama esiXhoseni. Oku kwenziwa ngokuthi kuphononongwe nzulu isimbo sokubhala. Ezinye izinto esiza kuziveza ziindlela zokuthetha ezithi zizesetyenziswe ngabalinganiswa. Oku kwenziwa ngokuthi kugxeleshwe kakhulu kumagama namaganyana adelelekileyo asetyeniswayo ngabalinganiswa ze kuthi kubuywe kukhangelwe nefuthe laloo magama kulwimi olusulungekileyo lwesiXhosa. Oku kukhokelela ekuphononongeni indlela ekuthi umbhali asebenzise ngayo isigama esivumelekileyo nesigama esithi sisetyenziswe esibangela ukuba umfundi lowo asebenzise ingqondo yakhe ukucinga ukuba kutheni umbhali etshintsha isigama kuloo ncoko ithile ayakhayo. U-A. M. Mmango usizobela asivezele kakuhle zonke izigaba ekufuneka zilandelwe xa sibhala uncwadi lwedrama. Uyaphumelele ke ukuziveza zonke ezi zinto ngenxa yeengxoxo azakhayo phakathi kwabalinganiswa. Ukuba sithelekisa uluncwadi lwedrama yale mihla luye lube nawo umahluko kuncwadi olwalubhalwe kuqala. Kananjalo, lo ka-Mmango usebenzisa uyilo lwengxoxo nocwangciso lwimi olululo ukwenzela ukuba umfundi lowo ofunda incwadi yakhe akwazi ukuwubona umahluko phakathi kwababhali bale mihla nabakudala. Esi simbo sikaMmango sokubhala asiwenzi umdintsi. Oku kuphawuleka ngamandla kwimixholwana esekeleze ululeko olungqongqo.
- Full Text:
- Date Issued: 2007

Ukuphononongwa kwezaphuli-mthetho nokuzalana kwemixholo yenkangeleko kwincwadi ka L. K. Siwisa "Izimanga zalo mhlaba"
- Authors: Melane, Amanda Boniswa
- Date: 2006
- Subjects: Siwisa, L. K. -- Criticism and interpretation , Siwisa, L. K. Izimanga zalo mhlaba , Xhosa fiction -- History and criticism
- Language: Xhosa
- Type: Thesis , Masters , MA
- Identifier: vital:8471 , http://hdl.handle.net/10948/564 , http://hdl.handle.net/10948/d1011677 , Siwisa, L. K. -- Criticism and interpretation , Siwisa, L. K. Izimanga zalo mhlaba , Xhosa fiction -- History and criticism
- Description: Ubundlobongela buxhaphake okweentwala kubaThembu. Zininzi iindidi zobundlobongela ezithi ziqhubekeke apha ekuhlaleni. Abantu abathi bazibandakanye nobundlobongela, baphembelelwa ziimeko ezithile. Iimeko ezifana nokunqaba kwemisebenzi, izinga elinyukileyo lokusetyenziswa kweziyobisi nendlela athi umntu othile akhule ngayo. Ukuba ubani othile ukhule ngobusela, naye ulandela emkhondweni kanye abe lisela elibalaseleyo. Kwincwadi kaL. K. Siwisa ethi, “Izimanga zalomhlaba” kubhaqeka oku kulandelayo: Umntwana okhule ekhayeni lakhe kuetyenziswa iziyobisi naye wenza njalo akuba mkhulu. Imali eza ngobuqhinga nokuphela kwayo kuba lula. Ungumntu ebomini kufuneka utye ukubila kwebunzi lakho, uyeke ukufuna ukuvuna kodwa ungakhange ulime. Umntu kaloku uvuna loo nto athe wayilima. Apha ebomini zimisele ukwenza ubutyebi nelifa ngeli xesha usadla amazimba ukuze uphumelele. Xa ungumntu zimisele ukwanela, kule ndawo uMdali akubeke kuyo. Akufuneki ube ngumntu onentliziyo ende, unikwe isandla, wena ufune isandla kunye nengalo. Yonke le mikhwa ikukhokelela ekubeni ekugqibeleni wenze ubundlobongela. Ubundlobongela ke abubhatali koko busingisela kwantshabalala. Kula mabalana iyangqineka ngokuthi abonise iziphumo zobundlobongela ezifana nokuphulukana nobomi, ukuphelelwa zizinto zakho obunazo ngenxa yamaqhinga nobusela nokuphelela entolongweni. Kobu bundlobongela kukholisa ukubakho amaxhoba. Ngelishwa uninzi lwawo iba ngamabhinqa nabantwana.
- Full Text:
- Date Issued: 2006